Nehodí sa? Žiadny problém! Tovar môžete vrátiť až do 30 dní
S darčekovým poukazom nešliapnete vedľa. Obdarovaný si za darčekový poukaz môže vybrať čokoľvek z našej ponuky.
Až 30 dní na vrátenie tovaru
INubian Princess Series iwonga ulutsha lwelizwekazi leAfrika.
Ibali leNkosazana yakwaXhosa lingentwazana uNozipho, okhulela phantsi kwezo ntaba zeKapa. Yena nomnakwabo bazalwa ngumama osebenza ezindlwini zabantu, nothi ke ngelishwa suke alahlwe ngumyeni. Esebenza ngokuzimisela, uNozipho wenza inguqulelo enkulu ebomini bakhe. Mhla edibana noyise kwakhona, iimeko zabo zazohluke kakhulu.
Xa uNozipho ehlangana nenkosana yakhe, kufuneka yena nomnakwabo bathathe isigqibo sokuba bajongana njani noyise nabakowabo. Baza kwenza njani?
Eli bali lihonjiswe kakhulu yimifanekiso kaSifiso Yalo, liya kuthandwa ngumtwana wonke, ukusukela koneminyaka emithandathu, de kufikwe kone-16 yeminyaka.
Ezinye iincwadi zolu thotho, ezibhalwe kwangulo mbhali ziquka: "A tale of a Zulu Princess; A tale of a Swati Princess; A tale of a Pedi Princess; A tale of a Motswana Princess; A tale of a Tsonga Princess; A tale of a Ndebele Princess, A tale of a Venda Princess; Yourouba Princess and Mandingo Princess."
Ahoj! Som Libroamiko, tvoj knižný radca.
Ako ti môžem pomôcť?